Uyoshuwa 19:8 Ibhayibhile (XHO96)

Zonke iilali ezazingqonge ezo zixeko zazikwalapho kude kuse eBhalati-bhere (ekuthiwa yiRama) kwintlango engasezantsi.Nguwo ke lowo umhlaba owabelwa izindlu zesizwe sakwaSimon, waba lilifa lazo.

Uyoshuwa 19

Uyoshuwa 19:1-11