Uyoshuwa 19:51 Ibhayibhile (XHO96)

UElazare umbingeleli, ekunye noYoshuwa unyana kaNune, kwakunye neentloko zezindlu zezizwe zakwaSirayeli, babeyaba le mimandla ngokwenza *amaqashiso phambi koNdikhoyo eShilo ngasekungeneni *kwesibingelelo. Bawaba ke ngolo hlobo loo mhlaba bada bagqiba.

Uyoshuwa 19

Uyoshuwa 19:49-51