Uyoshuwa 18:8 Ibhayibhile (XHO96)

Anduluka ke loo madoda, aya kucanda umhlaba, emva kokuba uYoshuwa wayethe: “Ze niwujikeleze niwucande loo mhlaba, nizibhale iinkcukacha zawo, nibuye nize kum. Mna ndoqonda kuNdikhoyo ngokwenza *amaqashiso apha eShilo.”

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:6-16