Uyoshuwa 18:5 Ibhayibhile (XHO96)

Loo mhlaba ke uya kwabiwa wahlulwe ube ziziqwenga ezisixhenxe. UJuda wohlala ngezantsi kummandla wakhe, noJosefu wohlala kowakhe ummandla ngasentla.

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:2-12