Uyoshuwa 18:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ndikhetheleni amadoda abe mathathu kwisizwe ngasinye, ndiwathume aye kulicanda ilizwe, abhale iinkcukacha zalo ngokwelifa lesizwe ngasinye. Kufuneka aphinde eze kum akugqiba.

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:1-10