Uyoshuwa 18:20 Ibhayibhile (XHO96)

IJordan yona yayingumda wangasempumalanga. Yiyo ke leyo imida yomhlaba owabelwa izindlu zesizwe sakwaBhenjamin, walilifa lazo.

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:16-28