Uyoshuwa 17:6 Ibhayibhile (XHO96)

kungenxa yokuba abazukulwana bakaManase abaziintombi nabangamadoda babelwa umhlaba. Umhlaba waseGiliyadi wona wabelwa enye inxalenye yabazukulwana bakaManase.

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:1-12