Uyoshuwa 17:3 Ibhayibhile (XHO96)

UZelofehadi unyana kaHefere, ozalwa nguGiliyadi unyana kaMakire ozalwa nguManase, yena akazanga azale madoda, yaba ziintombi zodwa. Nanga amagama azo: uMala, noNowa, uHogela, noMilika, kunye noTirza.

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:1-11