Uyoshuwa 17:16 Ibhayibhile (XHO96)

Baphendula bathi: “Eliya leentaba aliphangalele kangangokuba lingasanela, kanti ke phaya ezintilini amaKanana aneenqwelo zentsimbi, la ahlala eBhete-shan nalawa ahlala kule ntili yeYizereli xa ewonke.”

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:14-18