Uyoshuwa 17:14 Ibhayibhile (XHO96)

Bathi kuYoshuwa abazukulwana bakaJosefu: “Ngani ukuba usinike isiqwenga sibe sinye somhlaba, ukanti sibaninzi kangaka ngenxa yokuthamsanqeliswa kunene *nguNdikhoyo?”

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:12-18