Uyoshuwa 17:10 Ibhayibhile (XHO96)

Isizwe sakwaEfrayim sasingasezantsi, esakwaManase sona singasentla, ulwandle lungasentshona. UAshere wayemi ngasentla koManase, uIsakare emi ngasempuma.

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:4-18