Uyoshuwa 16:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wehla wajonga ngasentshona kummandla wamaYafeleti, waya kuma kummandla waseBhete-horon engasezantsi. Wedlula apho ujonge eGezere, waya kuma ngolwandle.

Uyoshuwa 16

Uyoshuwa 16:1-10