Uyoshuwa 15:63 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke kambe amaJuda akazanga aba nako ukuwagxotha amaJebhusi awayemi eJerusalem. Asahlala apho nangoku kunye noonyana bakaJuda.

Uyoshuwa 15

Uyoshuwa 15:61-63