Uyoshuwa 15:13 Ibhayibhile (XHO96)

Inxalenye yommandla wakwaJuda wabelwa uKalebhi unyana kaJefune wesizwe sakwaJuda, ngokomyalelo *kaNdikhoyo kuYoshuwa. Wabelwa iHebron, isixeko sika-Arbha, uyise ka-Anaki.

Uyoshuwa 15

Uyoshuwa 15:7-20