Uyoshuwa 15:1 Ibhayibhile (XHO96)

Nguwo lo umhlaba owabelwa izindlu zesizwe sakwaJuda *ngamaqashiso: Lo mhlaba waya kutsho kumda wase-Edom ezantsi kwentlango.

Uyoshuwa 15

Uyoshuwa 15:1-6