Uyoshuwa 14:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko uMosis wafunga wathi kum: ‘Inene, laa mhlaba unyathele kuwo woba lilifa lakho ndawonye nenzala yakho ngonaphakade, kuba umthobele ngomxhelo wonke uNdikhoyo uThixo wam.’

Uyoshuwa 14

Uyoshuwa 14:1-15