Uyoshuwa 14:6 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu besizwe sakwaJuda bafika kuYoshuwa eGiligali, uKalebhi unyana kaJefune umKenezi wathi kuYoshuwa: “Uyayazi into eyathethwa kuMosis umfo wakwaThixo *nguNdikhoyo mayela nawe kunye nam eKadeshe-bhaneya.

Uyoshuwa 14

Uyoshuwa 14:1-8