Uyoshuwa 13:8 Ibhayibhile (XHO96)

Isizwe sakwaRubhen nesakwaGadi kwakunye nesinye isiqingatha sakwaManase zona zaziseziwabelwe umhlaba wazo nguMosis isicaka *sikaNdikhoyo. Loo mhlaba wawungasempumalanga kweJordan.

Uyoshuwa 13

Uyoshuwa 13:1-12