Uyoshuwa 12:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ezi kumkani zombini zoyiswa nguMosis namaSirayeli. Umhlaba wazo uMosis isicaka *sikaNdikhoyo wawunika isizwe sakwaRubhen nesakwaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase.

Uyoshuwa 12

Uyoshuwa 12:5-8