Uyoshuwa 11:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wayinikela ezandleni zabo loo mikhosi uNdikhoyo, bayoyisa, bayisukela ukuya kutsho emantla eMisefoti-mayim naseSidon enkulu, kwaya kutsho entshonalanga kuloo ntili yaseMizpa. Babatyakatya kwada akwabikho namnye useleyo.

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:2-14