Uyoshuwa 11:6 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo wathi kuYoshuwa: “Uzungaboyiki wena. Ngeli xesha ngomso ndoba sendiwancedile amaSirayeli ukubabulala bonke. Kufuneka amahashe abo niwatshece imisipha, nezo nqwelo zabo nizintumeke umlilo.”

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:2-8