Uyoshuwa 11:5 Ibhayibhile (XHO96)

Zahlanganisa imikhosi yazo ezo kumkani, zaya kugxumeka iintente ngakumlanjana iMerom, zilungele ukulwa namaSirayeli.

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:4-14