Uyoshuwa 11:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wasithumela nakumaKanana aphahle iJordan, kuma-Amori, kumaHeti, kumaPerezi, nakumaJebhusi kweleenduli, kwanakumaHivi awayemi phantsi kwentaba iHermon kummandla waseMizpa.

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:1-9