Uyoshuwa 11:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ngelo xesha uYoshuwa waya kutshabalalisa ama-Anaki ahlala kweleenduli eHebron, eDebhiri, eAnabhi, nakuzo zonke iinduli zakwaJuda nakwaSirayeli. Wawatshabalalisa kunye nezixeko zawo zonke uYoshuwa.

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:20-23