Uyoshuwa 11:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uNdikhoyo wayalela uMosis, waza uMosis yena wayigqithisela kuYoshuwa loo miyalelo, ke yena uYoshuwa wayithobela. Wenza konke okwayalelwa nguNdikhoyo kuMosis.

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:14-23