Uyoshuwa 11:12 Ibhayibhile (XHO96)

Wazithimba zonke ezo zixeko ezinookumkani uYoshuwa, ebulala wonke umntu kwanokumkani, kanye njengoko wayeyalelwe nguMosis isicaka sikaNdikhoyo.

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:4-21