Uyoshuwa 10:42 Ibhayibhile (XHO96)

Le mimandla yonke uYoshuwa wayoyisa ephume umkhosi isihlandlo sasinye, kuba kaloku wayesilwelwa nguNdikhoyo uThixo kaSirayeli.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:39-43