Uyoshuwa 10:33 Ibhayibhile (XHO96)

Kweza ukumkani uHoram waseGezere, ezokunceda amaLakishe, wachithwa kunye nomkhosi wakhe, babulawa bonke, akwasala nempunde le.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:32-41