Uyoshuwa 10:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ukumkani uAdoni-zedeki wathumela izigidimi kukumkani uHoham waseHebron, nakukumkani uPiram waseYamuti, nakukumkani uYafiya waseLakishe, nakukumkani uDebhiri wase-Eglon, esithi:

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:1-9