Uyoshuwa 10:2 Ibhayibhile (XHO96)

Abemi baseJerusalem yabaxhalisa kakhulu le meko, kuba kaloku iGibheyon yayisisixeko esibalulekileyo esilingana nezinye ezingamaziko olawulo. IGibheyon le yayingaphezulu kweAyi, nomkhosi wakhona unamagorha amadoda.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:1-10