Uyoshuwa 10:13 Ibhayibhile (XHO96)

Lema bhunxe ilanga,nenyanga nayo ayahamba,kwada kwaba aloyisile utshaba amaSirayeli.”Oku kwenzeka njengoko kuxeliwe kwiNcwadi kaYashare. Ilanga lema bhunxe embindini wesibhakabhaka, alakhawuleza ukutshona isithuba esingangemini iphela.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:10-18