Uyoshuwa 1:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ndim okuyalelayo. Yomelela ke, ukhaliphe. Uze ungoyiki unkwantye; kaloku mna Ndikhoyo Thixo wakho ndiya kusoloko ndisecaleni kwakho naphi na apho unyathela khona.”

Uyoshuwa 1

Uyoshuwa 1:1-15