Uyoshuwa 1:6 Ibhayibhile (XHO96)

Yomelela, ukhaliphe, kuba uza kubangenisa aba bantu kweli lizwe endithembise ooyise-mkhulu ngesifungo ukuba loba lilifa labo.

Uyoshuwa 1

Uyoshuwa 1:5-12