Uyoshuwa 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

“Tyhutyhani umzi, nixelele amaSirayeli ukuba alungise umphako wendlela, kuba kuza kuhanjwa emva kweentsuku ezintathu, kuwelwe iJordan, kuthinjwe ilizwe enilinikwe *nguNdikhoyo uThixo wenu ukuze libe lelenu.”

Uyoshuwa 1

Uyoshuwa 1:9-15