Uyohane 9:3 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula uYesu wathi: “Eyimfama nje, akonanga yena, kungonanga nabazali bakhe. Uzelwe eyimfama ukuze amandla okusebenza kukaThixo abonakaliswe ngaye.

Uyohane 9

Uyohane 9:1-13