Uyohane 9:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko amaJuda aphinda ambuza loo mntu wayezelwe eyimfama, athi kuye: “Sikufungisa uThixo ukuba uthethe inyaniso. Thina siyazi okokuba lo mntu ngumoni.”

Uyohane 9

Uyohane 9:20-34