Uyohane 9:11 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi yena: “Laa mntu kuthiwa nguYesu, wenza udaka, waqaba ngalo amehlo am, wathi mandiye eSilowa, ndihlambe. Ndiyile ke, ndahlamba, aza avuleka amehlo am.”

Uyohane 9

Uyohane 9:3-18