Amphendula athi: “Ubawo nguAbraham.”Wathi kuwo uYesu: “Ukuba beningabo abantwana baka-Abraham, ngenimfuza ngezenzo.