Uyohane 8:33 Ibhayibhile (XHO96)

Aphendula amaJuda athi kuye: “Thina siyinzala ka-Abraham; zange sibe ngamakhoboka nanini na. Uthetha ukuthini ke xa uthi siya kukhululeka?”

Uyohane 8

Uyohane 8:27-37