Uyohane 8:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko uYesu wathi kumaJuda abeke ithemba kuye: “Ukuba nithe nazingisa ukuhlala nisenza oko ndinifundisileyo, niya kuba ngabafundi bam benene.

Uyohane 8

Uyohane 8:24-38