Uyohane 8:21 Ibhayibhile (XHO96)

Waphinda uYesu wathi kubo: “Ndiyemka mna; ke nina niya kundifuna; yaye niya kufela ezonweni zenu. Apho ndiya khona mna, aninakuya nina.”

Uyohane 8

Uyohane 8:19-27