Uyohane 7:31 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa abantu abaninzi bâkholwa kuye, besithi: “Xa athe wafika uKrestu, ngaba ebenokwenza imiqondiso engaphezulu na kunale yenziwe ngulo?”

Uyohane 7

Uyohane 7:27-38