Uyohane 6:53 Ibhayibhile (XHO96)

Waza uYesu wathi kuwo: “Ndithi kuni, inene, ukuba anithanga niwutye umzimba wakhe *uNyana woLuntu, nilisele negazi lakhe, aninabo ubomi.

Uyohane 6

Uyohane 6:46-54