Uyohane 6:11 Ibhayibhile (XHO96)

Wazithatha ke uYesu ezo zonka, wabulela kuThixo, wababela abantu ababehleli phantsi. Wenjenjalo nakwiintlanzi, baza batya banela.

Uyohane 6

Uyohane 6:9-13