Uyohane 5:36 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ndinabo ubungqina obungaphezulu kobo bukaYohane, kuba imisebenzi andithumileyo uBawo ukuba ndiyifeze, ezi zinto kanye ndizenzayo, ziyandingqinela ukuba ndithunywe nguBawo.

Uyohane 5

Uyohane 5:32-45