Uyohane 5:30 Ibhayibhile (XHO96)

“Mna ngokwam andinakwenza nto. Ndigweba njengoko ndiyalelweyo, kwaye ukugweba kwam kufanelekile, kuba andinanjongo yakwenza ntando yam, koko ndenza ukuthanda kwalowo undithumileyo.

Uyohane 5

Uyohane 5:20-37