Uyohane 4:9 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula ke umSamariyakazi wathi kuye: “Ungathini na wena ungumJuda nje, ukuwacela kum amanzi, ndingumSamariya nje mna?” Kaloku amaJuda akanabudlelane namaSamariya.

Uyohane 4

Uyohane 4:1-2-13