Uyohane 4:53 Ibhayibhile (XHO96)

Wakhumbula ke uyise ukuba kwakungêlo xesha kanye uYesu awatsho ngalo kuye ukuthi: “Unyana wakho uphilile.” Lakholwa ke igosa lakomkhulu, yakholwa nendlu yalo yonke.

Uyohane 4

Uyohane 4:49-54