Uyohane 4:47 Ibhayibhile (XHO96)

Lakuva ukuba uYesu ufikile eGalili, evela kwelakwaJuda, laya kuye, lambongoza okokuba ehle aye eKapernahum, aphilise unyana walo owayegulela ukufa.

Uyohane 4

Uyohane 4:39-54