Uyohane 4:36 Ibhayibhile (XHO96)

Umvuni seleza kwamkela umvuzo wakhe, evuna isivuno esingabantu abamkela ubomi obungonaphakade. Ngako oko ohlwayelayo uvuya kunye nalowo uvunayo.

Uyohane 4

Uyohane 4:35-44